Uyoshuwa 1:14 XHO75

14 Abafazi benu, nabantwana benu, nemfuyo yenu, yohlala kweli lizwe aninika lona uMoses nganeno kweYordan; niwele ke nina nixhobile phambi kwabazalwana benu, nonke nina magorha anobukroti, nibancede,

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 1

imbono Uyoshuwa 1:14 kwimeko