Uyoshuwa 10:1 XHO75

1 Kwathi, akuva uAdoni-tsedeki, ukumkani waseYerusalem, ukuba uYoshuwa uyithimbile iAyi, wayitshabalalisa; njengoko wenza ngako kwiYeriko nokumkani wayo, wenjenjalo kwiAyi nokumkani wayo; nokuba abemi baseGibheyon benzé uxolo namaSirayeli, baba phakathi kwawo:

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:1 kwimeko