Uyoshuwa 10:13 XHO75

13 Lathi nqumama ke ilanga, yema inyanga,Lwada uhlanga lwaziphindezelela ezintshabeni zalo.Oku akubhalwanga na eNcwadini yOthe Tye? Lema ke ilanga esazulwini sezulu, alangxama ukutshona, yangathi yimini iphela.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:13 kwimeko