Uyoshuwa 10:20 XHO75

20 Kwathi, akugqiba uYoshuwa noonyana bakaSirayeli ukuzibulala kakhulu kunene zada zagqitywa, zathi eziseleyo kuzo, zaya kungena emizini enqatyisiweyo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:20 kwimeko