Uyoshuwa 10:28 XHO75

28 UYoshuwa wayithimba neMakeda ngaloo mini, wayixabela ngohlangothi lwekrele, nokumkani wayo, wabatshabalalisa kwanabantu bonke abakuyo; akasalisa namnye usindileyo. Wenza kukumkani waseMakeda njengoko wenza ngako kukumkani waseYeriko.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:28 kwimeko