Uyoshuwa 10:30 XHO75

30 Wayinikela kananjalo uYehova esandleni samaSirayeli, nokumkani wayo, wayixabela ngohlangothi lwekrele, kwanabantu bonke abakuyo; akasalisa kuyo namnye usindileyo. Wenza kukumkani wayo njengoko wenza ngako kukumkani waseYeriko.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:30 kwimeko