Uyoshuwa 10:33 XHO75

33 Waza wenyuka uHoram, ukumkani waseGezere, waya kuyinceda iLakishe. UYoshuwa wambulala yena nabantu bakhe, kwada akwasala namnye kuye usindileyo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:33 kwimeko