Uyoshuwa 10:39 XHO75

39 Wayithimba, nokumkani wayo, nemizi yayo yonke, ayixabela ngohlangothi lwekrele. Ayitshabalalisa kwanabantu bonke abakuyo; akwasala namnye usindileyo; njengoko wakwenzayo kwiHebron, wenjenjalo kwiDebhiri, nakukumkani wayo; njengoko wakwenzayo kwiLibhena, nakukumkani wayo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:39 kwimeko