Uyoshuwa 10:42 XHO75

42 Wabathimba uYoshuwa bonke abo kumkani, nelizwe labo, ngasihlandlo sinye, ngokuba uYehova uThixo kaSirayeli ebewalwela amaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:42 kwimeko