Uyoshuwa 10:5 XHO75

5 Bahlangana ke, benyuka ookumkani abo bama-Amori bobahlanu, ukumkani waseYerusalem, nokumkani waseHebron, nokumkani waseYarmuti, nokumkani waseLakishe, nokumkani wase-Eglon, bona nemikhosi yabo yonke, bayingqinga iGibheyon, balwa nayo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 10

imbono Uyoshuwa 10:5 kwimeko