Uyoshuwa 11:14 XHO75

14 Onke amaxhoba aloo mizi neenkomo bazithimbela oonyana bakaSirayeli; kodwa bababulala bonke abantu ngohlangothi lwekrele, bada babatshabalalisa, abasalisa namnye uphefumlayo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 11

imbono Uyoshuwa 11:14 kwimeko