Uyoshuwa 11:17 XHO75

17 elithabathela ezintabeni ezimkhuthuka, ezinyuka ziye kwaSehire, lesa eBhahali-gadi, ethafeni laseLebhanon, phantsi kwentaba yeHermon. Bonke ookumkani bawo wabathimba, wabaxabela, wababulala.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 11

imbono Uyoshuwa 11:17 kwimeko