Uyoshuwa 11:21 XHO75

21 Wafika uYoshuwa ngelo xesha, wawanqumla ama-Anaki ezintabeni, eHebron, eDebhiri, eAnabhi, ezintabeni zonke zakwaYuda, ezintabeni zonke zakwaSirayeli; uYoshuwa wawatshabalalisa kunye nemizi yawo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 11

imbono Uyoshuwa 11:21 kwimeko