Uyoshuwa 11:6 XHO75

6 Wathi uYehova kuYoshuwa, Musa ukoyika ngenxa yabo; ngokuba ngomso eli xa ndiya kubanikela bonke bephela, behlatyiwe, emandleni amaSirayeli, uwanqumle imisipha amahashe abo, uzitshise ngomlilo iinqwelo zabo zokulwa.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 11

imbono Uyoshuwa 11:6 kwimeko