Uyoshuwa 12:1 XHO75

1 Ngabo ke aba ookumkani belizwe, ababulawáyo ngoonyana bakaSirayeli, balihlutha ilizwe labo phesheya kweYordan ngasempumalanga, bethabathela emlanjaneni oyiArnon, besa entabeni yeHermon, neArabha yonke ngasempumalanga:

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 12

imbono Uyoshuwa 12:1 kwimeko