Uyoshuwa 12:5 XHO75

5 elawula entabeni yeHermon naseSaleka, nakwiBhashan yonke, wesa emdeni wamaGeshuri, namaMahakati, nesiqingatha seGiliyadi, umda kaSihon ukumkani waseHeshbhon.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 12

imbono Uyoshuwa 12:5 kwimeko