Uyoshuwa 13:23 XHO75

23 Umda woonyana bakaRubhen waba yiYordan nommandla wayo. Lilo elo ilifa loonyana bakaRubhen ngokwemizalwane yabo, imizi yabo nemizana yabo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 13

imbono Uyoshuwa 13:23 kwimeko