Uyoshuwa 13:31 XHO75

31 Nesiqingatha saseGiliyadi, neAshtaroti, ne-Edreyi, imizi yobukumkani bukaOgi eBhashan, yaba yeyoonyana bakaMakire, unyana kaManase, isiqingatha soonyana bakaMakire ngokwemizalwane yabo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 13

imbono Uyoshuwa 13:31 kwimeko