Uyoshuwa 14:1 XHO75

1 Ngawo ke la amafa abawabelwayo oonyana bakaSirayeli ezweni lakwaKanan, abawabelwa nguElazare umbingeleli, noYoshuwa unyana kaNun, neentloko zezindlu zooyise zezizwe zoonyana bakaSirayeli,

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 14

imbono Uyoshuwa 14:1 kwimeko