Uyoshuwa 14:4 XHO75

4 Ngokuba oonyana bakaYosefu babezizizwe ezibini, uManase noEfrayim; ke abaLevi ababanikanga sabelo ezweni elo, babanika kuphela imizi yokuhlala, namadlelo ayo emfuyo yabo nempahla yabo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 14

imbono Uyoshuwa 14:4 kwimeko