Uyoshuwa 15:12 XHO75

12 Umda wasentshonalanga lulwandle olukhulu nommandla walo. Nguwo lowo umda woonyana bakaYuda ngeenxa zonke, ngokwemizalwane yabo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 15

imbono Uyoshuwa 15:12 kwimeko