Uyoshuwa 15:17 XHO75

17 Wayithimba uOteniyeli unyana kaKenazi, umzalwana kaKalebhi; wamnika ke intombi yakhe, uAkesa, yangumkakhe.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 15

imbono Uyoshuwa 15:17 kwimeko