42 ILibhena, ne-Etere neAshan,
43 neIfeta, neAshna, neNetsibhi,
44 neKehila, neAkezibhi, neMaresha: imizi esithoba inemizana yayo.
45 IEkron, namagxamesi ayo, nemizana yayo;
46 kwathabathela e-Ekron ngasentshonalanga, yonke esecaleni leAshdode, nemizana yayo.
47 IAshdode, namagxamesi ayo, nemizana yayo; iGaza namagxamesi ayo, nemizana yayo, kwesa kumlanjana weYiputa, nolwandle olukhulu, nommandla walo.
48 Esezintabeni: yiShamire, neYatire, neSoko,