Uyoshuwa 16:8 XHO75

8 umda wesuka eTapuwa waya entshonalanga, eMlanjaneni weeNgcongolo; nokuma kwawo waya wema ngolwandle. Lilo elo ilifa lesizwe soonyana bakaEfrayim ngokwemizalwane yabo;

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 16

imbono Uyoshuwa 16:8 kwimeko