Uyoshuwa 17:14 XHO75

14 Bathetha oonyana bakaYosefu noYoshuwa, besithi, Yini na ukuba usinike ilifa laqashiso linye, nasabelo sinye, singabantu abaninzi nje, esisikelele nje uYehova kangakanana unangoku?

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 17

imbono Uyoshuwa 17:14 kwimeko