Uyoshuwa 17:4 XHO75

4 Zasondela phambi koElazare umbingeleli, naphambi koYoshuwa unyana kaNun, naphambi kwezikhulu, zathi, UYehova wamwisela umthetho uMoses, ukuba asinike ilifa phakathi kwabazalwana bethu. Wazinika ke ngokomlomo kaYehova ilifa phakathi kwabazalwana bakayise.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 17

imbono Uyoshuwa 17:4 kwimeko