Uyoshuwa 18:16 XHO75

16 Wehla umda waya ekupheleni kwentaba ephambi komfula woonyana kaHinom, osentilini yamaRafa ngasentla; wehla ngomfula wakwaHinom, waya egxalabeni lamaYebhusi ngasezantsi, wehla waya e-En-rogele;

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 18

imbono Uyoshuwa 18:16 kwimeko