Uyoshuwa 18:19 XHO75

19 wegqitha umda waya egxalabeni laseBhete-hogela entla; ukuma komda, waya wema ngechweba loLwandle lweTyuwa, ekupheleni kweYordan ngasezantsi; nguwo lowo umda wasezantsi.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 18

imbono Uyoshuwa 18:19 kwimeko