Uyoshuwa 19:34 XHO75

34 wabuya umda, wasinga entshonalanga eAzenotitabhore, waphuma khona waya eHukoki, wafikelela kwelakwaZebhulon ngasezantsi, wafikelela kwelakwa-Ashere ngasentshonalanga, nelakwaYuda eYordan ngasempumalanga.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 19

imbono Uyoshuwa 19:34 kwimeko