Uyoshuwa 19:47 XHO75

47 Umda woonyana bakaDan wema ngayo. Benyuka ke oonyana bakaDan, baya kulwa neLeshem, bayithimba, bayibulala ngohlangothi lwekrele, bayihlutha, bema kuyo, bathi ukuyibiza iLeshem kukwaDan, ngegama likaDan uyise.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 19

imbono Uyoshuwa 19:47 kwimeko