Uyoshuwa 22:12 XHO75

12 Beva ke oonyana bakaSirayeli, balibizela ndawonye lonke ibandla loonyana bakaSirayeli eShilo, ukuba kunyukwe kuyiwe kubo, kuliwe nabo.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 22

imbono Uyoshuwa 22:12 kwimeko