Uyoshuwa 22:20 XHO75

20 Akamenezanga yini na uAkan, unyana kaZera, ngobumenemene entweni esingelwe phantsi, kwaza kwabakho uburhalarhume phezu kwebandla lonke lamaSirayeli? Loo mntu mnye akatshabalalanga yedwa ngobugwenxa bakhe.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 22

imbono Uyoshuwa 22:20 kwimeko