Uyoshuwa 22:7 XHO75

7 UMoses ebesinikile ilifa isiqingatha sesizwe sakwaManase eBhashan; esinye isiqingatha saso uYoshuwa wasinika kunye nabazalwana baso nganeno kweYordan, ngasentshonalanga. Kananjalo xenikweni uYoshuwa wasindululela ezintenteni zaso, wasisikelela naso.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 22

imbono Uyoshuwa 22:7 kwimeko