Uyoshuwa 23:13 XHO75

13 yazini kakuhle ukuba uYehova, uThixo wenu, akayi kuphinda azigqogqe ezi ntlanga phambi kwenu. Zoba zizibatha nemigibe kuni, neziniya emacaleni enu, noviko emehlweni enu, nide nicinywe kulo mhlaba ulungileyo, aninikileyo uYehova uThixo wenu.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 23

imbono Uyoshuwa 23:13 kwimeko