Uyoshuwa 24:15 XHO75

15 Ke ukuba kubi emehlweni enu ukumkhonza uYehova, zinyuleleni namhla oyena niya kumkhonza; nokuba ngoothixo ababekhonza bona ooyihlo, ababephesheya koMlambo, nokuba ngoothixo bama-Amori, enihleli ezweni lawo. Ke mna nendlu yam siya kukhonza uYehova.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 24

imbono Uyoshuwa 24:15 kwimeko