Uyoshuwa 24:2 XHO75

2 Wathi uYoshuwa kubo bonke abantu, Utsho uYehova uThixo kaSirayeli, ukuthi, Ooyihlo babehleli phesheya koMlambo* kususela kwaphakade, ooTera, uyise ka-Abraham, uyise kaNahore; babekhonza thixo bambi.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 24

imbono Uyoshuwa 24:2 kwimeko