Uyoshuwa 24:22 XHO75

22 Wathi uYoshuwa kubo abantu, Ningamangqina ngakuni, ukuba nina nizinyulele uYehova ukuba nimkhonze. Bathi, Singamangqina.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 24

imbono Uyoshuwa 24:22 kwimeko