Uyoshuwa 24:27 XHO75

27 Wathi uYoshuwa kubo bonke abantu, Yabonani, eli litye liya kuba lingqina ngathi; ngokuba liwavile lona onke amazwi kaYehova, awathethileyo nathi; libe lingqina ngani, hleze nimkhanyele uThixo wenu.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 24

imbono Uyoshuwa 24:27 kwimeko