Uyoshuwa 24:32 XHO75

32 Amathambo kaYosefu, ababenyuke nawo eYiputa oonyana bakaSirayeli, bawangcwabela kwaShekem, kwisiziba somhlaba awasithengayo uYakobi koonyana bakaHamore, usoShekem, ngekhulu lesilivere; saba lilifa loonyana bakaYosefu.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 24

imbono Uyoshuwa 24:32 kwimeko