Uyoshuwa 24:7 XHO75

7 Bakhala kuYehova; wabeka isithokothoko phakathi kwenu namaYiputa, wawazisela ulwandle, wawagubungela; amehlo enu akubona oko ndakwenzayo eYiputa.Nahlala entlango imihla emininzi.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 24

imbono Uyoshuwa 24:7 kwimeko