Uyoshuwa 3:1 XHO75

1 Wavuka uYoshuwa kusasa ngengomso. Banduluka eShitim, bafika eYordan, yena noonyana bonke bamaSirayeli; balalisa khona bengekaweli.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 3

imbono Uyoshuwa 3:1 kwimeko