Uyoshuwa 4:24 XHO75

24 ukuze zonke izizwe zehlabathi zisazi isandla sikaYehova ukuba somelele; ukuze nimoyike uYehova uThixo wenu imihla yonke.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 4

imbono Uyoshuwa 4:24 kwimeko