Uyoshuwa 4:7 XHO75

7 Nòthi kubo, Amanzi eYordan anqamka phambi kwetyeya yomnqophiso kaYehova, ekuweleni kwayo eYordan anqamka amanzi eYordan; la matye oba sisikhumbuzo koonyana bakaSirayeli, kude kuse ephakadeni.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 4

imbono Uyoshuwa 4:7 kwimeko