Uyoshuwa 5:13 XHO75

13 Kwathi, xa ebeseYeriko, uYoshuwa wawaphakamisa amehlo akhe, wakhangela, wabona kumi indoda malunga naye, ithe rhuthu ikrele layo ngesandla. Waya uYoshuwa kuyo, wathi kuyo, Ùngakúthi, ùngakwiintshaba zethu, kusini na?

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 5

imbono Uyoshuwa 5:13 kwimeko