Uyoshuwa 5:15 XHO75

15 Wathi umthetheli womkhosi kaYehova kuYoshuwa, Khulula iimbadada zakho ezinyaweni zakho; kuba loo ndawo umi kuyo ingcwele. Wenjenjalo uYoshuwa.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 5

imbono Uyoshuwa 5:15 kwimeko