Uyoshuwa 5:5 XHO75

5 Kuba baye balukile bonke abantu abo baphumáyo; ke bonke abantu ababezalelwe entlango endleleni, ekuphumeni kwabo eYiputa, babengalukanga.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 5

imbono Uyoshuwa 5:5 kwimeko