Uyoshuwa 6:20 XHO75

20 Baduma ke abantu ukuvuthela ngezigodlo bequpha; kwathi, bakusiva abantu isandi sesigodlo, baduma abantu ngokuduma okukhulu, lwawa udonga lwathi bhuma. Benyuka abantu kuwo umzi, elowo wathi ngqo, bawuthimba umzi.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 6

imbono Uyoshuwa 6:20 kwimeko