Uyoshuwa 6:23 XHO75

23 Abengenile ke amadodana aziintlola, amkhupha uRahabhi, noyise, nonina, nabanakwabo, nabo bonke abenabo; nemizalwane yakhe yonke bayikhupha, bayibeka ngaphandle kweminquba yakwaSirayeli.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 6

imbono Uyoshuwa 6:23 kwimeko