Uyoshuwa 6:25 XHO75

25 Ke uRahabhi, ihenyukazi, nendlu kayise, nabo bonke abenabo, uYoshuwa wamsindisa; wahlala phakathi kwamaSirayeli unanamhla; ngokuba wabazimezayo abathunywa, abebathumile uYoshuwa ukuba bayihlole iYeriko.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 6

imbono Uyoshuwa 6:25 kwimeko