Uyoshuwa 7:3 XHO75

3 Abuyela kuYoshuwa, athi kuye, Mabangenyuki bonke abantu; makunyuke amadoda amayela kumawaka amabini, nokuba ngamadoda amayela kumawaka amathathu, ayichithe iAyi. Musa ukubadinisa bonke abantu ngokubása khona; kuba abaa bantu bambalwa.

funda isahluko epheleleyo Uyoshuwa 7

imbono Uyoshuwa 7:3 kwimeko